Abahlobo
Zimbili Dlamini
Catherine Groenewald

Igama lami ngu Zara.

1

Ndinoo dade wethu ababini nabakhuluwa ababini.

2

Amagama abo nguQaqamba, noLiqhame, noSiyanda noSibusiso.

3

Umkhuluwa wam uSibusiso uthanda ukudlala ibhola.

4

Udade wethu uQaqamba uthanda kakhulu ukudada emfuleni.

5

Umkhuluwa wam uSiyanda uyathanda xasidlala undize.

6

Udade wethu uLiqhame uyakuthanda ukufunda iincwadi.

7

Mna, ndiyayithanda yonke imidlalo yabo.

8

Ndiye ndidlale ibhola noSibusiso.

9

Ndiphinde ndidade emfuleni noQaqamba.

10

Ndiyamdlala nondize noSiyanda.

11

Molo mhlobo wam. Wena, uthanda ntoni?

12

Uyakufuna ukudlala ibhala nathi na?

13

Ungeza futhi uzodada nathi.

14

Ukuba uyathanda singamdlala nondize.

15

Kwaye ungeza sifunde incwadi.

16
You are free to download, copy, translate or adapt this story and use the illustrations as long as you attribute in the following way:
Abahlobo
Author - Zimbili Dlamini, Hlengiwe Zondi
Adaptation - Nomcebo Ntandekazi Sibusiso, Ntandekazi Nkosazana-YabaThembu Mcinga, Sibusiso Shine Ntambama
Illustration - Catherine Groenewald
Language - isiXhosa
Level - First words