Ndixelele...ngoku! Wonwabile kwaye uqumbile
Madhav Chavan
Rijuta Ghate

Kutheni ubhabha elila nje?

1

Ndicinga ukuba ulambile.

2

Kutheni inkwenkwe iqumbile?

3

Ndicinga ikhumbula utata wayo.

4

Kutheni intombazana yonwabile nje?

5

Unelokhwe entle.

6

Kutheni indoda endala ihleka nje?

7

Ifunde isiqhulo esilungileyo.

8

Kutheni inenekazi lincumile nje?

9

Abantwana balo bafunda ngokuthe cwaka.

10

Liva ntoni eli nenekazi?

11

Ndicinga ukuba uziva enentloni.

12
You are free to download, copy, translate or adapt this story and use the illustrations as long as you attribute in the following way:
Ndixelele...ngoku! Wonwabile kwaye uqumbile
Author - Madhav Chavan
Translation - Ntombizodwa Gxowa-Dlayedwa
Illustration - Rijuta Ghate
Language - isiXhosa
Level - First words