Liphi iphini lam lokubetha ibhola?
Meera Tendolkar
Rijuta Ghate

Ndililahlile iphini lam lokubetha ibhola, kwaye andilifumani.

1

Ndikhangele emva kocango. Belingekho phaya.

2

Ndilikhangele ethaleni. Akhange ndilifumane phaya.

3

Ndilikhangele phantsi kwebhedi. Alikho nalapha.

4

Ndiphengulule phakathi ebhokisini. Akukho nophawu lwalo.

5

Ndiphengulule indawo ephantsi kophahla. Andikhange ndilifumane naphi na.

6

Ndikhangele apha, phaya, nakwiindawo zonke. Andilifumananga naphina.

7

8
You are free to download, copy, translate or adapt this story and use the illustrations as long as you attribute in the following way:
Liphi iphini lam lokubetha ibhola?
Author - Meera Tendolkar, Madhav Chavan
Translation - Ntombizodwa Gxowa-Dlayedwa
Illustration - Rijuta Ghate
Language - isiXhosa
Level - First sentences