Amaphulo enkomo yodumo
Danielle Bruckert
Danielle Bruckert

Le yinkomo.   Inkomo intle!

1

Emini yinkomo eqhelekileyo.

2

Ibhabhisa iKhayithi.

3

Okanye ikhaba ibhola.

4

Ebusuku inkomo ebalaseleyo!

5

Isindisa imiphefumlo.

6

Kwaye ilwa ulwaphulo-mthetho.

7

Kodwa, ukuba uvala amehlo akho ngokuqinileyo ngenene, kwaye wenze Umnqwno -.

8

Inkomo ingeza Kukubona nawe ngokunjala!

9

Isiphetho.

10
You are free to download, copy, translate or adapt this story and use the illustrations as long as you attribute in the following way:
Amaphulo enkomo yodumo
Author - Danielle Bruckert
Translation - Ntombizodwa Gxowa-Dlayedwa
Illustration - Danielle Bruckert
Language - isiXhosa
Level - First words