Uhambo lukaXikochimani
Hlekane Paulinah Baloyi
Brian Wambi
Ngaloo mini uXikochimani wavuka kwangentseni.
-
Wayengomnye wabo bafika kuqala esikhululweni seebhasi neeteksi.
-
UXikochimani wayeqala ukuzihambela yedwa.
1