UDada noHobe
Nwabisa Dumela
Tebogo Boikanyo Matshana
“Tswi! Tswi Tswi!”
-
“Kwa! Kwa! Kwa!”
-
“Da! Da! Da!”
-
UDada nomngani wakhe uHobe babesiya echibini ababeqhele ukugagana kulo, kufitshi nomfula.
1