Ndiyakuthanda ukutsibatsiba nomhlobo wam.
Ndiyakuthanda ukubhala oonobumba ebhodini.
Ndiyakuthanda ukufunda iincwadi ezinemifanekiso.
Ndiyakuthanda ukutya iintlobontlobo zeziqhamo.
Ndiyakuthanda ukuncedisa ekhaya.
Ndiyakuthanda ukumamela amabali kamama wam.
Ndiyakuthanda ukulala ebhedini enkulu.
Ndiyazithanda ezi zinto. Uthanda ntoni wena?