Uthatha inqwelomoya yokuqala eya eQatar,Doha.Emva Koko uthatha eyokugqibela eya eGeorgia ,Atlanta.
Xa efika eAtlanta ,uhlala kwihotele yeekwenkwezi ezintathu ebizwa ngokuba yiResidence Inn.
Udibana nabafundisi ntsapho abaninzi abasuka kumazwe ahlukeneyo kwinhlabathi jikelele.
Baququzela umncimbi wenkcubeko apho bebalana ngamabali malunga nezithethe zabo nabantu baseMelika.
Uhamba ngololiwe ukuya kutyelela i-aquarium ,ubukela umboniso wamahlengisi kwaye waphinda waya kwilizwe leCoca cola apho engcamle incasa ezilishumi elinesihlanu Ze coke.
Ngamava amnandi kwaye kuvakala ngathi yintsomi.