Emarikeni
Bukelwa Babu-yuze
Salim Kasamba

Wayeqala ukuya emarikeni uIzipho.

1

Wayebonisa umama wakhe zonke izinto ezazithengiswa.

2

Izipinatshi, namazambane.

3

Wabona abantu abanizi emarikeni.

4

Babejikeleza bethenga izinto yinto abazifunayo.

5

Wamangaliswa kukubona izinto ezininzi ezithengiswa apho.

6

Emva kokuba bejikeleze imini yonke bagoduka. Wayezele luvuyo uIzipho, ecinga yonke into ayibonileyo emarikeni.

7

Umama wakhe wafika wenza isidlo esimnandi. UIzipho wayencokolela uKwanda ngemarike.

8

Imisebenzi enokwenziwa emva kokufunda.1. Ukumamela amagama amade namafutshane.2. Ukohlula amalungu amagama.3. Ukumamela isandi sokuqala emagameni.

9
You are free to download, copy, translate or adapt this story and use the illustrations as long as you attribute in the following way:
Emarikeni
Author - Bukelwa Babu-yuze, Bukelwa Babu Yuze
Illustration - Salim Kasamba, Silva Afonso
Language - isiXhosa
Level - Read aloud